Philemon 1:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
noko ngenxa yotando nditi ngokukumbi ndi ku kunge; ndingonjalo nje njengo‐Paulusi elixego, ndingumbanjwa ka‐Yesu Kristu ngoku nakanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noko ngenxa yothando ndisuka kanye ndikubongoze, ndingonjengoPawulos ixhego, ngoku ke ndikwangumbanjwa kaYesu Kristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noko ngenxa yothando ndisuka kanye ndikubongoze, ndingonjengoPawulos ixhego, ngoku ke ndikwangumbanjwa kaYesu Kristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa imfobe yothando iyandinyanzela ukuba ndikubongoze. Ewe, mna kanye Pawulos, ndilixhego nje ngoku, futhi ndikwangumbanjwa ngenxa kaYesu Krestu,