Philippians 1:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ide yati imibambo yam yaba ibonakala ku‐Kristu kuyo yonke ilali yomkosi wakomkulu, nakubo bonke abanye;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokokude iintambo zam ezi zibonakale kuyo yonke indlu yomkhosi nakwabanye bonke, ukuba zikuKristu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ngokokude iintambo zam ezi zibonakale kuyo yonke indlu yomkhosi nakwabanye bonke, ukuba ndikuKristu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yaloo nto ke bonke abalindi bebhotwe, kunye nabo bonke abanye abalapha, bayazi ukuba ndisentolongweni nje kungenxa yokuba ndisisicaka sikaKrestu.