Philippians 1:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndisazi ukuba oku kwoba yinzuziso yosindiswa lwam, ngako ukukunga kwenu nokwonga kwomoya ka‐Yesu Kristu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndiyazi ukuba oku kuya kuphumelela ekusindisweni kwam, ngako ukundikhungela kwenu, nangoncedo loMoya kaYesu Kristu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndiyazi ukuba oku kuya kuphumelela elusindisweni lwam ngako ukundithandazela, nangoncedo loMoya kaYesu Kristu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ndiyazi ukuba ngemithandazo yenu, nangoncedo loMoya kaYesu Krestu ndiya kusinda.