Philippians 1:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
njengokwokulangazelela nokutemba kwam, ukuba andiyi kudaniswa nganto, koko ukuba ngokukalipa konke, njengasemaxesheni onke, kwa njalo nakaloku, u‐Kristu uya kuzukiswa emzimbeni wam, nokuba kungokudliwa kwobomi, nokuba kungokufa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuye ngokulangazelela nangokuthemba kwam, ukuba andiyi kudaniswa nganto; uya kusuka ngako konke ukungafihlisi, njengokwamaxesha onke, athi nangoku enziwe mkhulu uKristu emzimbeni wam, nokuba na kungobomi, nokuba kungokufa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuye ngokulangazelela nangokuthemba kwam, ukuba andiyi kudaniswa nganto; uya kusuka ngako konke ukungafihlisi, njengokwamaxesha onke, athi nangoku enziwe mkhulu uKristu emzimbeni wam, nokuba na kungobomi, nokuba kungokufa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umnqweno nethemba lam kukuba ndinganikezeli, kodwa ngamaxesha onke, ingakumbi ngoku, ndikhuthale, ukuze ubume bam bonke bunike isidima kuKrestu, ndiphila okanye ndifile.