Philippians 1:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndixingiswa zezizinto zombini, ndinayo inkanuko yokunduluka, nokubako no‐Kristu; ngokuba oko kugqitisile kakulu ngokulunga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndixinekile phakathi kwezinto ezimbini; ndinawo umnqweno wokunga ndinganduluka, ndiye kuba noKristu; kuba kokona kulungileyo kakhulu oko;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndixinekile phakathi kwezinto ezimbini; ndinawo umnqweno wokunga ndinganduluka, ndiye kuba noKristu; eyona nto ingcono kakhulu:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndixakiwe. Ndiyakulangazelela ukufuduka ndiye kuKrestu, nto leyo ibhetele kakhulu.