Philippians 1:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo ndinokutemba oku nje, ndiyazi ukuba ndiya kuhlala ndilibale apa kunye nani nonke kube kukuhanjiswa kwenu nokuvuya elukolweni,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo, ndikholose ngoko nje, ndiyazi ukuba ndiya kuhlala ndihlale, ndihleli nani nonke, ukuze nihambele phambili, nivuyiswe lukholo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo, ndikholose ngoko nje, ndiyazi ukuba ndiya kuhlala ndihlale, ndihleli nani nonke, ukuze nihambele phambili, nivuyiswe lukholo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngale yona into ndiqinisekile, futhi ndiyazi ukuba ndisaza kuphila. Ndisaza kuhlala ndinincede, niqhubele phambili, lukhule uvuyo nokholo lwenu.