Philippians 1:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokokuba kwapiwa nina ukuti ngenxa ka‐Kristu, kungabi kukuba nikolwe kuye kodwa, kukuba niti kanjako ngenxa yake nive intlungu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba nababalwa ukuthi, ngenxa kaKristu, ninganeli kukholwa kuye; nababalwa nokuva ubunzima ngenxa yakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku naninikwe igunya ngenxa kaKrestu, ukuze ninganeli kukholwa kuye kuphela, koko nive ubunzima ngenxa yakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba kaloku ilungelo lenu njengabamanywe noKrestu alipheleli ekukholweni kuye kuphela, koko lifikelela nasekubeni nive ubunzima ngenxa yakhe.