Philippians 1:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba utixo elinqi̔na lam, ukuba nditi nina ukunilangazelela nonke embilini ka‐Yesu Kristu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uThixo ulingqina lam lokuba kukhulu ukunilangazelela kwam nonke, ndineemfesane zikaYesu Kristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku uThixo ulingqina lam lokuba kukhulu ukunilangazelela kwam nonke, ndineemfesane zikaYesu Kristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo uyazi ukuba ndinyanisile xa ndithi ndinilangazelela kanye ngale ndlela uKrestu anilangazelela ngayo.