Philippians 2:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
UKUBA ngoko kuko ulwonwabiso ku‐Kristu, ukuba kuko intutuzelo yotando, ukuba kuko ubudlelana bomoya, ukuba kuko inceba nezibele,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke ngoko kukho usizo kuKristu, ukuba kukho ukhuzo lothando, ukuba kukho ubudlelane boMoya,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ngoko kukho intuthuzelo kuKristu, ukuba kukho intuthuzelo yothando, ukuba kukho ubudlelane boMoya, ukuba kukho imfesane neemfefe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njengoko kobu bomi bethu, simanywe noKrestu, kukho inkuthazo, kukho nokuvuseleleka kothando, nokudlelana koMoya, kukho nobubele novelwano,