Philippians 2:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba utixo enguye osebenzayo kuni, kwa nokutanda nokwenza, ngenxa yenkoliso yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba nguThixo okusebenzayo Ngaphakathi kwenu ukuthanda oko, kwanokusebenza oko, ngenxa yenkolelo yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba nguThixo okusebenzayo Ngaphakathi kwenu ukuthanda oko, kwanokusebenza oko, ngenxa yenkolelo yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba kaloku nguThixo ngokwakhe oninika amandla okuzimisela nokusebenza, ukuze nithobele injongo yakhe.