Philippians 2:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ndiyatemba enkosini u‐Yesu ukutuma kuni u‐Timote kamsinya, ukuze nditi nam ndinyamnyeke, ndakukwazi okwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ndithembele eNkosini uYesu, ukuba ndonithumela uTimoti kamsinya, ukuze nam ndonwabe, ndakuzazi iindawo ezingani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku ndithembele eNkosini uYesu, ukuba ndonithumela uTimoti kamsinya, ukuze nam ndonwabe, ndakuzazi iindawo ezingani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
INkosi ivuma, ndinethemba lokuba kwakamsinya ndoba nako ukumthuma kuni uTimoti, khon' ukuze ndihlaziyeke ziindaba ezivela kuni.