Philippians 2:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bonke abanye befuna ezabo izinto, benga funi izinto zika‐Kristu Yesu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba bonke bafuna ezabo izinto, zingezizo ezikaYesu Kristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba bonke bafuna ezabo izinto, zingezizo ezikaYesu Kristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke abanye aba baxakeke zizinto zabo, bengayinanze nganto ekaKrestu imicimbi.