Philippians 2:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukulingwa kwake niyakwazi, okokuba wati, njengokuba umntwana ekonza kuyise, wakonzela ivangeli kunye nam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukucikideka ke kwakhe niyakwazi: ukuba wathi, njengomntwana kuyise, wakhonza kunye nam kuzo iindaba ezilungileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukucikideka ke kwakhe niyakwazi: ukuba wathi, njengomntwana kuyise, wakhonza kunye nam kuzo iindaba ezilungileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UTimoti yena nimazi kakuhle. Niyazi ukuba wayesoloko ejikeleza kunye nam ekuhambiseni iindaba ezimnandi, kanye oku konyana ethene nca noyise.