Philippians 2:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ndiyatembela enkosini, ukuba ndoti kwa mna ngokwam ndize kamsinya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ndikholose ngeNkosi, ukuba nam ngokwam ndoza kamsinya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ndithembele eNkosini, ukuba nam ngokwam ndoza kamsinya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ndaye ndinethemba lokuba emandleni eNkosi nam ngokwam ndiza kuza kungekudala.