Philippians 2:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Noko ndaba kufanelekile ukutuma u‐Epafrodito umzalwana wam, ongumsebenzi nesodati kunye nam, kodwa umtunywa wenu, nomkonzi kwintswelo yam, ukuza kuni:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa ke ndibe kuyafuneka ukuba ndinithumele uEpafrodito, umzalwana wam osebenza nam, umphumi-mkhosi nam, umthunywa wenu ke, umlungiseleli wam kwiintswelo zam;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ke ndibe kuyafuneka ukuba ndinithumele uEpafrodito, umzalwana wam osebenza nam, umphumi-mkhosi nam, umthunywa wenu ke, umlungiseleli wam kwiintswelo zam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyabona ukuba uwethu uEpafrodito, ongumncedisi nogxa wam, enanimthumele kum, mandimthumele kwakuni.