Philippians 2:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba okunene ebesifa epants ukufa: koko utixo ebenobubele ngakuye; bekungengakuye yedwa, bekungakum kanjalo, ukuze ndingabi nosizi pezu kwosizi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba okunene wayesifa, ephantse ukufa. Ke uThixo wamenzela inceba; akenzela yena yedwa, wenzela nam lo, ukuze ndingabi buhlungu, ndibuhlungu kade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba okunene wayesifa, ephantse ukufa. Ke uThixo wamenzela inceba; akenzela yena yedwa, wenzela nam lo, ukuze ndingabi buhlungu, ndibuhlungu kade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe wayegulela ukungabikho, kodwa uThixo wamenzela inceba, nam wandivela ngokundikhulula kusizi olungaphezu kolu ndinalo.