Philippians 2:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndinxamele ngakumbi ngoko ukumtuma, ukuze niti nakumbona nibuye nivuye, nditi nam ndibe lusizi ngento encinane ngakumbi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kukhona ngoko ndimthuma ngokukhawuleza, ukuze nithi nakumbona nibuye nivuye, kuthi nokwam ukuba buhlungu kudambe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kukhona ngoko ndimthuma ngokukhawuleza, ukuze nithi nakumbona nibuye nivuye, kuthi nokwam ukuba buhlungu kudambe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yaloo nto ke ndikungxamele ngakumbi ukumthumela, ukuze nivuye kwakhona nakumbona, nam ndiphumle elusizini.