Philippians 2:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mamkeleni ngoko enkosini ngovuyo lwonke, nize abanjalo nibabeke:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mamkeleni ke ngokwaseNkosini, ninovuyo lonke; nibabeke abo banjalo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mamkeleni ke ngokwaseNkosini, ninovuyo lonke; nibabeke abanjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mamkeleni ke ngezandla ezingenamkhinkqi ebudlelaneni eninabo neNkosi. Bonke abantu abanjengaye nje benzeleni imbeko,