Philippians 3:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
OKO kuseleyo, bazalwana bam! vuyani enkosini. Ukuziba̔la izinto ezikwa zizo kuni, okunene kum akuyindiniso, kodwa kuni kuyingciniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Elokugqiba, bazalwana bam, vuyani niseNkosini. Ukunibhalela kwaezo zinto akunqenekile okunene kum, ke nina kuyaninqabisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Elokugqiba, bazalwana bam, vuyani niseNkosini. Ukunibhalela kwaezo zinto akunqenekile okunene kum, ke nina kuyaninqabisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiphetha ngelithi ke, mawethu, yanga iNkosi inganipha uvuyo. Akundixhamli konke ukuphinda ndibhale izinto ebekhe ndazibhala ngaphambili; iya kuninceda loo nto.