Philippians 3:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba abaninzi behamba, endibe ndisitsho futi kuni ngabo, nenditshoyo kaloku ndilila nje, ukuti bazintshaba zekuruse ka‐Kristu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba baninzi abahambayo, endathetha futhi kuni ngabo, ngoku ke ndithetha ndilila nokulila, ndisithi, bazizo iintshaba zomnqamlezo kaKristu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba baninzi abahambayo, endathetha futhi kuni ngabo, ngoku ke ndithetha ndilila nokulila, ndisithi, bazizo iintshaba zomnqamlezo kaKristu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njengoko ndasoloko ndinixelela, ngoku nditsho ndisenzinyembezini, ukuba baninzi abazimilo zibenza babe ziintshaba zomnqamlezo kaKrestu.