Philippians 3:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba obetu ubuzwe busezulwini; apo kanjalo silinda ukuvela kwomsindisi kona, inkosi u‐Yesu Kristu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba thina ikowethu lisemazulwini, apho kananjalo silinde khona kwauMsindisi, iNkosi uYesu Kristu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku thina ngokwethu sisemazulwini; apho kananjalo silinde khona uMsindisi, iNkosi uYesu Kristu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti ke thina ikomkhulu lethu lisezulwini, apho silindele ngolangazelelo ukuba uya kuvela khona uMsindisi wethu, iNkosi uYesu Krestu.