Philippians 3:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
oya kwenza ngakumbi isimilo somzimba wobupantsi betu, ukuba wenziwe wona ufane nomzimba wobungcwalisa bake, ngokwokusebenza anamandla ngako nokuzibeka pantsi kwake zonke izinto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
eya kuwenza kumila kumbi umzimba wokuthobeka kwethu, ukuze wona wenziwe ufane nawo umzimba wozuko lwakhe, ngokokusebenza kwalowo unako ukuzithobela phantsi kwakhe zonke izinto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
eya kuwenza kumila kumbi umzimba wokuthobeka kwethu, ukuze wona wenziwe ufane nawo umzimba wozuko lwakhe, ngokokusebenza kwalowo unako ukuzithobela phantsi kwakhe zonke izinto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena uya kuyiguqula le meko yethu iphuthileyo, ayifanise neyakhe enobungangamsha, esebenzisa kwaloo mandla awasebenzisayo xa afaka zonke izinto phantsi kolawulo lwakhe.