Philippians 3:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nangona bendingaba nesitembelo kanti nasenyameni. Ukuba kuko omnye umntu oba unako ukutembela enyameni, ndigqitisile mna;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nakuba mna ndibe ndingakholosayo ngenyama; ukuba kukho bani uba unokukholosa ngenyama, bendingaba ngakumbi mna:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nakuba mna ndibe ndingakholosayo ngenyama; Ukuba kukho bani uba unokukholosa ngenyama, bendingaba ngakumbi mna.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nam ngokwam bendingaqhayisayo ngezi zinto. Ukuba kukho bani uqhayisa ngembonakalo, mna ndingaqhayisa ngaphezulu: