Philippians 4:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kungekukuba nditeta ngokwokuswela: ngokuba ndifundile mna ukuti, kulontlalo endikuyo, ndibe nokukolwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungekuko ukuba ndithetha ngokuswela; kuba mna ndafunda ukuthi entlalweni endikuyo ndanele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungekuko ukuba ndithetha ngokuswela; kuba mna ndafunda ukuthi entlalweni endikuyo ndanele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa nditshoyo ke andikhalazeli kuswela. Kaloku mna ndafunda ukwanela nakuyiphi na imeko endikuyo.