Philippians 4:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bulisani bonke abangcwele ku‐Kristu Yesu. Abazalwana abanam bayanibulisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bulisani bonke abangcwele abakuKristu Yesu. Bayanibulisa abazalwana abanam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Imibuliso kubo bonke abangcwele abakuKristu Yesu. Bayanibulisa abazalwana abanam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndibulisa kusapho lonke lukaThixo olumanywe noKrestu Yesu. Bayabulisa nabo abantu bakaThixo abalapha kunye nam,