Philippians 4:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukululama kwenu makwazeke kubo bonke abantu. Inkosi ikufupi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuthantamisa kwenu makwazeke kubantu bonke. INkosi ikufuphi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba nengqiqo kwenu makwazeke ebantwini bonke. iNkosi isondele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bazeleleleni bonke abantu. INkosi isemnyango.