Proverbs 1:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba bati: Hamba nati, masilalele igazi, masizifihlele ofumana engenatyala;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba bathe, Hamba nathi, Masilalele igazi, Masibalalele abamsulwa bengenatyala;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba bathe, Hamba nathi, masilinde igazi, sifune abamsulwa emfihlekweni, simsulwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mhlawumbi bangathi: “Yiza silalele umntu ongenatyala, ukuze simhlasele simbulale engacingele nto.”