Proverbs 1:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nyana wam! zungahambi nabo endleleni; nqanda unyawo lwako emizileni yabo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nyana wam, musa ukuhamba ngendlela nabo; Lunqande unyawo lwakho emendweni wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nyana wam, musa ukuhamba nabo endleleni; Lugcine unyawo lwakho endleleni yabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nyana wam, zikhwebule kwiindlela zabo, ulubuyise nonyawo lwakho kuzo.