Proverbs 1:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanti bona bayalalela elabo igazi, bayazifihlela obabo ubomi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke bona balalela elabo igazi, Bazonda owabo umphefumlo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Balalela igazi labo; bafihla ubomi babo emfihlekweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa bona balalela elabo igazi; ewe, bazonda owabo umphefumlo.