Proverbs 1:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ukupambuka kwezidenge kuya kuzibulala, nokungakatali kwamageza kuya kuwabubisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ukuphamba kweziyatha kuyazi bulala, Nobunqobo bezinyabi buyazitshabala lisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba intiyo yezinyabi iya kuzibulala, Nokulunga kwezinyabi kuya kuzitshabalalisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku iziyatha zifa kuba zibumangala ubulumko; zona izityhakala zizibhubhisa ngokungakhathaleli nto.