Proverbs 10:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
IMIZEKELISO ka‐Solomone. Unyana olumkileyo uyavuyisa uyise; kodwa unyana osidenge ulusizi kuye unina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Unyana olumkileyo uyamvuyisa uyise; Ke unyana osisiyatha usisingqala sonina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amazwi kaSolomon. Unyana osisilumko uyamvuyisa uyise; Ke unyana osisinyabi ngumthwalo kunina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nazi izafobe zikaSolomon: Unyana osisilumko ulibhongo likayise, ke yena osisityhakala ungumva-ndedwa kanina.