Proverbs 10:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kunjengokufeketa kwisidenge ukwenza ubumenemene; kodwa umntu wokuqonda unobulumko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukwenza amanyala kunjengokudlala kwisidenge; Ubulumko bunjengokudlala, kwindoda enengqondo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba kumnandi kwisidenge ukwenza ububi; Ubulumko bunobuqili kwindoda enengqondo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isiyatha siyavuya xa sisenza ubugwenxa; phofu ke yena umntu onengqondo uyabuvuyela ubulumko.