Proverbs 10:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Isoyiko sokohlakeleyo, sona siyakumfikela; kodwa inkanuko yabalungileyo iya kupiwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Into anxunguphala yiyo ongendawo, yiyo emfikelayo;Akunqwenelayo amalungisa aya kunikwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukunxunguphala kongendawo kuya kuba phezu kwakhe; Ke akunqwenelayo amalungisa aya kunikwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu okhohlakeleyo uzuza kanye le nto imnxunguphalisayo, kodwa yena olilungisa unikwa oko akufunayo.