Proverbs 10:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Njengokugqita kwesaqwiti, kunjalo ukungabiko kwokohlakeleyo; kodwa olungileyo usisisekelo esingunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwakugqitha isaqhwithi, akabikho ongendawo; Ke lona ilungisa luseko lwaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Njengoko udlula umoya wesaqhwithi, akabikho ongendawo; Ke lona ilungisa luseko lwaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zakufika iinkqwithela zimka nabo abantu abakhohlakeleyo; kanti ke bona abanyanisekileyo bema ngxishi ngonaphakade.