Proverbs 10:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukwoyika uyehova kuyandisa imihla: kodwa iminyaka yabakohlakeleyo iya kuncitshiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukoyika uYehova kongeza imihla; Ke yona iminyaka yabangendawo iyanqanyulwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukoyika uYehova kongeza imihla; Ke yona iminyaka yabangendawo iyanqanyulwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuthobela uNdikhoyo kuyabongeza ubomi bomntu; kanti ke yona iminyaka yezibhoja iyanqanyulwa.