Proverbs 10:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Itemba labalungileyo liluvuyo; kodwa isikangelo sabakohlakeleyo siya kububa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukulinda kwamalungisa luvuyo; Ithemba labangendawo liyadaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukulinda kwamalungisa luvuyo; Ukulinda kwabangendawo kuyadaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ithemba lelungisa liza novuyo; ke lona ithemba lesikhohlakali liphelel' emoyeni.