Proverbs 11:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Odela ummelwane wake, ngoswele ingqiqo; kodwa umntu wokuqonda woti cwaka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Odela ummelwane wakhe uswele intliziyo: Ke indoda enengqondo ihlala ithi tu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oswele ubulumko udela ummelwane wakhe; Ke indoda enengqondo izola.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu ongenangqondo uyabanyemba abanye abantu; ke yona ingqondi ithi cwaka.