Proverbs 11:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa kungeko amaqinga alumkileyo, bayawa abantu; kodwa kuko ingciniso ebuninzini babacebisi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwakuba kungekho mbonisi, bayawa abantu; Usindiso lusebuninzini bamaphakathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba akukho kucetyiswa, bayawa abantu; kodwa xa baninzi abacebisi lusindiso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isizwe esingenamcebisi siyawa; kanti ke xa sinabacebisi abaninzi siba luqilima.