Proverbs 11:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kuzuza ingozi ngenyaniso lowo obambisele owasemzini; kodwa otiyayo ukubambana kwezandla unqabile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kubi kakhulu komele omnye; Ke yena okuthiyayo ukumela omnye ukholosile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Okholosa ngowasemzini uya kuba sisilumko kuloo nto; Oyithiyileyo ibheyile uqinile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu omela omnye angamaziyo uyenzakala; ke yena ongavumiyo ukubamba isandla somnye ebhambathisa ukhuselekile.