Proverbs 11:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nangona isandla sibambana nesandla, akayi kuswela ityala okohlakeleyo; kodwa inzalo yabalungileyo yosindiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukakade onobubi akabi msulwa; Ke yona imbewu yamalungisa iyasinda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Noko ke, ukuba kuxhawula isandla, umntu ongendawo akafuni kohlwaywa, kodwa inzala yamalungisa iyasinda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokuqinisekileyo baya kohlwaywa abantu abenza izinto ezimbi; kambe ke bona abenza izinto ezilungileyo baya kusinda.