Proverbs 11:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuko ocitayo, kanti kusandiswa; kuko ovimbayo okupezu kwokumfaneleyo, kodwa kubang’ ubuhlwempu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kukho ohlakazayo, aye esanda ngokwanda; Kukho nozinqandayo kokumfaneleyo, oko kube yintswelo yodwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kukho ohlakazayo, eyanda; kwaye kukho uthintelo ngaphezu kokuyimfuneko, kodwa lutyekela ekusweleni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abanye abantu banezinwe kodwa bahambela phambili ngenkqubela; kanti ke bambi abasoluli isandla noko baya beswela ngokuswela.