Proverbs 11:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umpefumlo onesisa wotyetyiswa; nalowo onyelayo, uya kunyelwa yena naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umphefumlo osikelelayo uyatyetyiswa; Oseza ahluthise abanye, uyasezwa ahluthe naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umoya onobubele uyatyeba;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu ophayo uba nenkqubela; ukuba ùyabanceda abanye abantu nawe uya kuncedwa.