Proverbs 11:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Obambayo inqolowa, abantu baya kumnywebelela; kodwa amatamsanqa oba pezu kwentloko yalowo otengelayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Omangala nengqolowa, luyamqalekisa uluntu; Intsikelelo isentlokweni yothengisa ngayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Olahla ingqolowa, uyamqalekiswa ngabantu; kodwa ithamsanqa liya kuba entlokweni yalowo uthengisayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu bayamshwabulela umntu okubandezayo ukudla; kanti ke bayamthamsanqela lowo ukuthengisayo.