Proverbs 11:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Inene yabalungisayo yobakapa; kodwa inkani yabenza ngobuxoki yobacita.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ingqibelelo yabathe tye iyabakhapha; Ukuphenula kwamanginingini kuyawabhuqa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubulungisa babalungileyo buyabakhapha; ke bona ububi babangendawo buyabatshabalalisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukunyaniseka kuyamalusa umntu othe ngqo, kodwa ke bona ubuqhokolo buyawabhangisa amaqhophololo.