Proverbs 11:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngawo umlomo umginwa uyatshabalalisa ummelwane wake; kodwa ngako ukwazi kwabalungileyo, baya kusindiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Intshembenxa iyamonakalisa ummelwane wayo ngomlomo; Ke ayahlangulwa amalungisa ngokwazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Intshembenxa iyamonakalisa ummelwane wayo ngomlomo; Ke wona amalungisa aya kusindiswa ngokwazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umlomo womntu ongakhathalele Thixo wenzakalisa ummelwane wakhe; ke bona abathobela uThixo balondolozwa lulwazi.