Proverbs 12:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Olimayo umhlaba wake, wokoliswa sisonka; kodwa olandela abantu abangendawo, uswele ingqondo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Owusebenzayo umhlaba wakhe uhlutha kukudla; Osukelana nento engento uswele intliziyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Owusebenzayo amasimi akhe uya kuhlutha kukudla;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu olima amasimi akhe akasweli kutya; kambe ke bubuyatha ukulibala ngumsebenzi ongaphumi nto.