Proverbs 12:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ihilihili ukuqumba kwalo kuhla kwaziwe; kodwa otelekelelayo uyagubungela ihlazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isimathane sikwazisa kwangaloo mini ukuqumba kwaso; Ke yena onobuqili uyakugubungela ukucukucezwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Isimathane siyaziwa ngomsindo wesinyabi; Ke sona isilumko siyakufihla ukucukucezwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu osisiyatha uzibonakalisa kwangoko xa ecaphukile; kanti ke yena umntu oqiqayo akazidubi ngezithuko.