Proverbs 13:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umteto welumko ungumtombo wobomi, kuze kumkiwe kuyo imigibe yokufa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umyalelo wesilumko lithende lobomi, Ukuze kumkiwe ezirhintyelweni zokufa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umyalelo wesilumko liqula lobomi, Ukuze kumkiwe ezirhintyelweni zokufa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Imfundiso yesilumko ngumthombo wobomi, kuba umntu imhlangula kwizabatha zokufa.