Proverbs 13:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Osukuba enokutelekelela uyenza ngokwazi; kodwa ihilihili liyatwabulula ubudenge.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abanobuqili benza ngokwazi; Isinyabi siya kwaneka ukumatha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sonke isilumko sisebenza ngokwazi; Isinyabi siya kwaneka ukumatha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu onengqondo uyaqiqa phambi kokuba ayenze into, kodwa yena umntu osisiyatha uyabudandalazisa ubutyhakala bakhe.