Proverbs 13:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Olungileyo uyadla kude kube kukuhlutiswa kwomxe̔lo wake; kodwa isisu sabakohlakeleyo soswela ukutya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilungisa lidla ukuba kuhluthe umphefumlo walo; Ke sona isisu sabangendawo siyalamba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ilungisa lidla wahlutha umphefumlo walo; Ke sona isisu songendawo siyalamba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu olilungisa utya aneliseke, ukanti isisu sokhohlakeleyo sambathwa liphango.